Thursday, May 17, 2012

Ngingufakazi Kanembeza Comments

Rating: 0.0

Ngafelwa ngamathemba.
Ngafelwa ngunembeza.
Ngaphelelwa wukuzinakekela.
Kwashabalala izifiso
...
Read full text

Hlukanisani welcome mngomezulu
COMMENTS

Ndiba nalo uchulumanco xa ndibona ukuphucuka kolwimi, ndiba nenkentse xa ndibona ubuhle nobumandi belwimi lenkobe, kuthi mandidyakadule ndiyokuziqengqa emaweni, ndiyabulela ngalombongo mhle kangaka ungabi sayeka mzukulwana kaMngomezulu The_African_Son

0 0 Reply
Close
Error Success