Yiwo lomfanekiso,
Ngiwubone kwelamaphupho,
Ngijubalele kwelamathongo.
...
Read full text
Eneneni ndinomfanekiso nombono, welo tyendyanakazi elikhazimlayo, eligqamayo likhanyise kobo bumnyama belo phupha, landule ukuzoba uncumo, ndixel'ibhadlalala loncumo. Kwekhu ndinomfanekiso walo ntyatyambo iqhamileyo ebusuku okwe ntlakohlaza, kowu watsho kamandi ngangalala yakwaNxumalo. Undikhumbuza mhla ndandisaqala ukuncumisana neliny'ihlahla
Muhle lomuntu wesifazane. Ilenhlobo ethi mayingena endlini kukhanye bha noma ngabe bekumnyama